The search for a new queen is on

On the 5th of December 2015, Nkonkobe Municipality will host its annual Miss Nkonkobe Beauty Pageant. Miss Nkonkobe is a project by the municipality that is aimed at developing young ladies  from around Nkonkobe. The municipality is therefore looking for aspiring beauty queens to register and get an opportunity to audition for the pageant.Check the poster for more information. Also, the municipality is looking for people who wish to perform at the event to register.  Local fashion designers who wish to exhibit their work are also encouraged to contact Luvo Mkosana at the Fort Beaufort municipal offices, or dial (046) 654-7459. Designers are urged to bring along their clothing portfolio before 31 October 2015.

Sikhangela imbelu emanzandonga

Ngomhla we5 kweyoMnga kulo umiyo, umasipala waseNkonkobe uzobe ebambe umsitho wonobuhle (Miss Nkonkobe). U-Miss Nkonkobe liphulo likamasipala lokuphuhlisa amantombazana aphuma kulengingqi. Umasipala uhlaba ikhwelo kumagqiyazana eNkonkobe  anomnqweno wokuba wokungenela olukhuphiswano. Nabo oompondo zihlanjiwe balengingqi kwezomculo, umxhentso, umdaniso (hip-hop & kwaito) abanomnqweno wokonwabisa izihlwele kulomsitho bayabongozwa ukuba babhalise. Abathungi-mpahla abanqwenela ukubonisa ngemithungo yabo yodidi bangaqhagamishelana no Luvo Mkosana kwi-ofisi zikamasipala eBhofolo (SPU Office) okanye batsale umnxeba kule nombolo: (046) 645-7459. Bayabongozwa abathungi-mpahla beze nokubonisa umsebenzi wabo (portfolio). Ngxama ufike ingekapheli inyanga ka October. Inceba iyavalwa nge 31 October 2015.